Page 4
Ngaphambile Bangcwele
Ngaphambile Bangcwele
1. Ngaphambile Bancwe le!
Ningoyiki.
Hambani nivuyele
namsebenzi.
Unzima uhambo,
landa ubabalo.
Iintliziyo ’vuya.
K’lungile! K’lungile!
2. Singacingi umtwalo
ubunzima.
Bangalindi umvuzo;
amagwala;
Yibani namandla:
Sithi yomelela;
Fuphi sizaku thi:
K’lungile! K’lungile!
3. Indawu yokuhlala,
ebaleni;
Kude etshonalanga.
Singoyiki;
Kho aBancle
bazakusikilelwa;
Ingoma ’dumisa:
K’lungile! K’lungile!
4. Ukuba sisweleke
ehambeni;
Nanajalo kulungile:
evuyeni;
Sizakhulilekha
naBawele ’hlala.
Nokuba sigchinwe:
K’lungile! K’lungile!