Page 23
Nkosi Uyafuneka Onke Amaxhesha
Nkosi Uyafuneka Onke Amaxhesha
1. Nkos’ uyafuneka,Nobabalo;onke amaxhesha,Zisa xolo.
Nkosi Uyafuneku;Onke amaxhesha:Ndibuyela kuweKandisikilela.
2. Nkos’ uyafuneka,Hlala fuphi;Onke amaxhesha,Ucangkuthi.
Nkosi Uyafuneku;Onke amaxhesha:Ndibuyela kuweKandisikilela.
3. Nkos’ uyafuneka,Masibemnye;Onke amaxhesha,OyiNcwele.
Nkosi Uyafuneku;Onke amaxhesha:Ndibuyela kuweKandisikilela.