Page 20
Khangela Msindisi Wafa
Khangela Msindisi Wafa
1. Khangela ’mSindisi wafa:Ukubhatala ityala:Wafa idini yezono:Wafa idini yezono:Siphile ’zukise Thixo.
2. Nokuba buhlungu wava:Yena akakrokrelanga:Wayethunyiwe wagqhiba:Wayethunyiwe waqghiba:Intando kaYise wenza.
3. Uvukile uyaphila:Thina bemini zasemva:zikumbiso sebensisa:Zikumbiso sebenzisa:intando yakhe dumisa.