Page 20
Khangela Msindisi Wafa
Khangela Msindisi Wafa
1. Khangela ’mSindisi wafa:
Ukubhatala ityala:
Wafa idini yezono:
Wafa idini yezono:
Siphile ’zukise Thixo.
2. Nokuba buhlungu wava:
Yena akakrokrelanga:
Wayethunyiwe wagqhiba:
Wayethunyiwe waqghiba:
Intando kaYise wenza.
3. Uvukile uyaphila:
Thina bemini zasemva:
zikumbiso sebensisa:
Zikumbiso sebenzisa:
intando yakhe dumisa.