Page 16
Ndima Ndithi Nqa
Ndima Ndithi Nqa
1. Ndima ndithi nqa ngowuthando okaYesu;
Camanga ubabalo ovela kuYesu.
Ndiphetwe lungcangcazelo ukuba wafa;
Ngenxa yami wava ubunzima wayopha.
Isi simangalo u thando ongaka,
onele ’ndifela!
Isi simanga lo; ndimangalisa!
2. Ndimangalisa ukuba wahla kwitroni;
Ukuzosindisa onenkani njengami:
Uvisa uthando kwabanekratshi njengam’.
Uthando wakhe uyandihlawulela nam.
Isi simangalo u thando ongaka,
onele ’ndifela!
Isi simanga lo; ndimangalisa!
3. Izandla eziqhobhoziwe eziyopha;
Andinakho ukulilibala inceba.
Ndithandaza ’dumisa uthando wakhe de;
Ndingaguqa ngamadolo enyuwen’ zakhe.
Isi simangalo u thando ongaka,
onele ’ndifela!
Isi simanga lo; ndimangalisa!