Page 19
Uyesu Wazalelwa Ethobekile Qala
Uyesu Wazalelwa Ethobekile Qala
1. UYesu wazalelwa;Ethobekile qala;Wava buhlungu ’nzimz;Ngoku Kumkani buya;Ngoku Kumkani buya.
2. Ngaphambile Bamxhoma;Etcwaka njengemvana;Uyakufika ngoku;Ekuzuko kwamafu:Ekuzuko kwamafu.
3. Wapalala iNkosi;Igazi nenyembezi;Kudala watshitshiswa;Kumkani uyakwazwa:Kumkani uyakwazwa.