Page 19
Uyesu Wazalelwa Ethobekile Qala
Uyesu Wazalelwa Ethobekile Qala
1. UYesu wazalelwa;
Ethobekile qala;
Wava buhlungu ’nzimz;
Ngoku Kumkani buya;
Ngoku Kumkani buya.
2. Ngaphambile Bamxhoma;
Etcwaka njengemvana;
Uyakufika ngoku;
Ekuzuko kwamafu:
Ekuzuko kwamafu.
3. Wapalala iNkosi;
Igazi nenyembezi;
Kudala watshitshiswa;
Kumkani uyakwazwa:
Kumkani uyakwazwa.