Page 14
Vuma Igama Kayesu
Vuma Igama Kayesu
1. Vuma igama kaYesu:Siduma simbeka:Owayopha ekakayi:Wafa sizavuka.
2. Wayoyisa ukubhubha:Wacenga abantu:Washumayela guqyka:Dibana nezulu.
3. Isonko namanzi zithi:Kumbula idini:Nina Bancwele thabatha:Itya kubulani.