Page 1
Thetha, Inyaniso Hintoni Na?
Thetha, Inyaniso Hintoni Na?
1. Thetha, in y an i hintonimkhu na?
Ifana nelitye l’nqabile.
Indleko ayinakho ukuthengwa:
Ixabiso yenyaniso ibiza
Nga phez’ kwis’thsab’ segolide.
2. Inyaniso ngumvuso omkhulu
Omkelwa ebantwen’ nguThixo.
Hambani niyikhangele ’phezulu.
Abafuna inyaniso kakhulu,
Nga manene, banomvuso.
3. Inyan’ ayiqali ayipheli;
Inyani ingonaphakade.
Noba ’mabhakabhaka amasheki.
Kugqhabhuke imithombo yamanzi,
Inyan’ ingonaphakade.