Page 44
Mhlawumbi Ayiyobakhona Entabeni
Mhlawumbi Ayiyobakhona Entabeni
1. Mhlawumbi ayiyobakhona;Entabeni ’elwandle:Okanye ’khona emfazweni;’Nkosi ’fune ndimkhonze.Kodwa ukuba andibizeNgomoya o yincweleKwindawo entsha ndiyakuthi“Ndi yaw’ya apho ucele.”
Ndiyaw’ya apho ucele Nkosi,Entabeni naselwandle:Ndibe yona oyifuna Nkosi,Oyifune ndiyithethe.
2. Nokuba ikhona indawoEthobekile aphaEndingakhonza Yesu kuyo;Yena owabethelwa.Ngokumthembisa iNkos’ mpelaNgo kuba undithanda:Intando yakhe ndiyiyenze“Ndibe yona o yifuna.”
Ndiyaw’ya apho ucele Nkosi,Entabeni naselwandle:Ndibe yona oyifuna Nkosi,Oyifune ndiyithethe.