Page 32
Wenza Okulunga
Wenza Okulunga
1. Wenza okulunga, seku ’sasa
Intsuku entsha inokukhanya;
Izithunywa ezulwini zibhala
’Zenzo zeth’, Wenza okulunga!
Wenza okulunga umvuso ’landa;
Khululeka ngomoya namandla;
Jongani phambile Ni ’womeleza!
Niya’gcinwa wenza okulunga!
2. Wenza okulunga, khululeka:
Kwimixokelelwane ’zibopha;
Ithemba likhona kukulungisa
Nenyani, Wenza okulunga!
Wenza okulunga umvuso ’landa;
Khululeka ngomoya namandla;
Jongani phambile Ni ’womeleza!
Niya’gcinwa wenza okulunga!
3. Wenza okulunga, nyamazela:
Yiba nokholo mus’ ukoyika;
Abalilayo baza’ thuthuzelwa,
Sikilel’ ab’enz’ oklunga!
Wenza okulunga umvuso ’landa;
Khululeka ngomoya namandla;
Jongani phambile Ni ’womeleza!
Niya’gcinwa wenza okulunga!